Lyrics

Ngonyamakazi yam
Ngonyamakazi yam
Ngonyamakazi yam
Ngonyamakazi yam
Ngonyamakazi yam
Ngonyamakazi yam
Inye, zimbini, zintathu, zine
Ndawa ndivuka nezam zonke
Babala (Bakhuza)
Ngenxa yentyantyambo zam
Hey hey inye, zimbini, zintathu, zine
Ndawa ndivuka nezam zonke
Babala (Bakhuza)
Ngenxa yentyantyambo oh-oh zam
Babelapho bonke
Besithi kuye
Babelapho bonke bemkhalimela hayi
(Yeka lomfazi)
Bathi lithumelo
(Yeka lomfazi)
Lithumelo
(Yeka lomfazi)
Bathi lithumelo
(Yeka lomfazi)
Kodwa yena wayesazi
(Yeka lomfazi)
Uzozal' amantombazana odwa
Oh hayi
(Yeka lomfazi)
Bathi lithumelo
(Yeka lomfazi)
Lithumelo
(Yeka lomfazi)
Bathi lithumelo
(Yeka lomfazi)
Kodwa yena wayesazi
(Yeka lomfazi)
Uzozal' amantombazana odwa
Ndimlo ndingomnye wabo
(Hey umama nimyeke woo)
Ndimlo ndingomnye wabo
(Hey umama nimyeke woo woo)
Oh ndimlo ndingomnye wabo
(Hey umama nimyeke woo)
(Hey umama nimyeke woo)
Bambiza amagama
Bath' usisihelegu
Bambiz' isihelegu
Wothwalwa ngubani na
Xa esenz' abantwana
Abangenaw' thwal' igama
Abangenaw' thwal' usapho
She couldn't take it anymore
Not a day longer
Ain't nothing wrong with my babies, she said
I'll take them and I will leave
Oh hayi
(Yeka lomfazi)
Bathi lithumelo
(Yeka lomfazi)
Lithumelo
(Yeka lomfazi)
Bathi lithumelo
(Yeka lomfazi)
Kodwa yena wayesazi
(Yeka lomfazi)
Uzozal' amantombazana odwa
Oh hayi yey-hi
(Yeka lomfazi)
Oh hayi yey-hi
(Yeka lomfazi)
Oh hayi yey-hi
(Yeka lomfazi)
Oh hayi yeye
(Yeka lomfazi)
Kodwa oh-oh
(Yeka lomfazi)
Uzozal' amantombazana odwa
Ndim lo ndim lo
(Hey umama nimyeke woo)
Ndim lo ndim lo
(Hey umama nimyeke woo woo)
Ndim lo ndim lo
(Hey umama nimyeke woo)
Ndim lo ndim lo
(Hey umama nimyeke woo whohoho whohoho)
(Yena wayesaz' ukuthi)
Ingonyamakazi yam
Wen'uzozal'amantombazana
Uzothwal' amantombazana ak yeye
(Yena wayesaz' ukuthi)
Ingonyamakazi yam
(Wen' uzozal' amantombazana)
Uzothwal' amantombazana yeye
(Yena wayesaz' ukuthi)
Oh ingonyamakazi yam
(Wen' uzozal' amantombazana)
Uzothwal' amantombazana yeye, ye
(Yena wayesaz' ukuthi)
Oh ingonyamakazi yam
Wen' uzozal' amantombazana
Uzothwal' amantombazana Nomanyange
(Yena wayesaz' ukuthi)
Nomanyange yeye ye-ye-ye-ye-ye-ye
(Ingonyamakazi yam)
(Wen' uzozal' amantombazana)
(Uzothwal' amantombazana)
Nomanyange
(Yena wayesaz' ukuthi)
Nomanyange yeye ye-ye-ye-ye-ye-ye
(Ingonyamakazi yam)
(Wen' uzozal' amantombazana)
(Uzothwal' amantombazana)
Nomanyange
(Yena wayesaz' ukuthi)
Nomanyange yeye ye-ye-ye-ye-ye-ye
(Ingonyamakazi yam)
(Wen' uzozal' amantombazana)
(Uzothwal' amantombazana)
Nomanyange
(Yena wayesaz' ukuthi)
Nomanyange eh-he
(Ingonyamakazi yam)
Nomanyange
(Wen' uzozal' amantombazana)
(Uzothwal' amantombazana)
Nomanyange
Nomanyange
Nomanyange
Nomanyange
Nomanyange
Nomanyange
Nomanyange
Nomanyange
Nomanyange
Nomanyange
Nomanyange
Uzozal' amantobazana
Zal' amantobazana
Zal' amantobazana
Zal' amantobazana
Written by: Adrian Mupemhi, Bruce Sebitlo, Zonke
instagramSharePathic_arrow_out