Top Songs By Zuko SA
Similar Songs
Credits
AUSFÜHRENDE KÜNSTLER:INNEN
Zuko SA
Künstler:in
KOMPOSITION UND LIEDTEXT
Programmer Zuko Kupiso
Songwriter:in
VUSUMZI NONGXA
Songwriter:in
Lyrics
[Intro]
Andikalibali
Aph'undithathe khona
Wandibeka lapho
Uthande khona
[Verse 1]
Kodwa safik'isimo
Sandidubaduba
Khawundibuyisele Mdali
Kwicebo lakho
[Verse 2]
Andikalibali
Aph'undithathe khona
Wandibeka lapho
Uthande khona
[Verse 3]
Kodwa safik'isimo
Sandidubaduba
Khawundibuyisele Mdali
Kwicebo lakho
[Chorus]
Khawundibuyisele Mdali
Imali ne-fame indibhidile
Khawundibuyisele Mdali
Ngob'ekhaya bandilindile
[Chorus]
Mina, mina
Uzungavumi ngam
Ikhaya lam
[Chorus]
Mina, mina
Uthe uzawundilwela
Ekhaya lam
[Verse 4]
Ndithe ndifika kwantonga ziyaduma, izinto zenzeka
Zenzeka
Lidolo kamaAza
Imali nendumo
Nokuthemb'abantu Mdali ngecebo lakho
[Verse 5]
Nd'yakhala ndithi yoh, yoh
Mdali khawundibuyisele
Khawundibuyisele kwicebo lakho
[Chorus]
Mina, mina
Uzungavumi ngam
Ikhaya lam
[Chorus]
Mina, mina
Uthe uzawundilwela
Ekhaya lam
[Chorus]
Uthe uzawundilwela
Ekhaya lam
Uthe uzawundilwela
Ekhaya lam
[Verse 6]
Ngob'ekhaya akufani nakwa mngani wam
Bathandazelwa ubusuku nemini
Sendiphila nje yimithandazo kaGogo
Owayithandaza ngam
[Verse 7]
Ngob'ekhaya akufani nakwa mngani wam
Bathandazelwa ubusuku nemini
Sendiphila nje yimithandazo kaGogo
Owayithandaza ngam
[Outro]
Usakhumbula, wathi kuGogo makazis'iinxaki zakhe kuwe
Wen'uzawumthwalela
Ngoku ndingulanyana wakhe wayemthandazela
Khawundibonis'indlela Nkosi
Written by: Programmer Zuko Kupiso, VUSUMZI NONGXA