Credits
KOMPOSITION UND LIEDTEXT
Zazi Ntozini
Songwriter:in
Beatsby Joel
Songwriter:in
Lyrics
Kudala
Kudala ndik'khangela
Kudala
Kudala ndingak'boni
Ndibona uthando ndibona wena
Ngeke ndiz'bambe andiz'soli
Oko ndikufuna ndihamba amazwe
Ndifuna wena ndikwenze owami
Ndikwenze owami baby
Uyandichaza baby
And'baboni abanye
Abayibeki kuwe
Undnika umphemfulo,
Uchukumisi intliziyo
Andithandabuzi
Bas'fownela omalume
Kudala
Kudala ndik'khangela
Kudala
Kudala ndingak'boni
Ndibona uthando ndibona wena
Ngeke ndiz'bambe andiz'soli
Oko ndikufuna ndihamba amazwe
Ndifuna wena, ndikwenze owami
Ungowami
Ungowami
Ungowami
Ungowami
Ungowami, ungowami, ungowami
Thathi intlziyo
Uy'bambe kaso
Nd'zokulinda
Ndok'bona ngo4
Ndiyakuchaza
Xandik'bamba kaso
Kaso, kaso, kaso
Thathi intlziyo
Uy'bambe kaso
Nd'zokulinda
Ndok'bona ngo4
Ndiyakuchaza
Xandik'bamba kaso
Kaso, kaso, kaso
Kudala
Kudala ndik'khangela
Kudala
Kudala ndingak'boni
Ndibona uthando ndibona wena
Ngeke ndiz'bambe andiz'soli
Oko ndikufuna ndihamba amazwe
Ndifuna wena, ndikwenze owami
Ungowami
Ungowami
Ungowami
Ungowami
Ungowami, ungowami, ungowami
Written by: Beatsby Joel, Zazi Ntozini