Top Songs By Mnqobi Nxumalo
Similar Songs
Credits
AUSFÜHRENDE KÜNSTLER:INNEN
Mnqobi Nxumalo
Künstler:in
KOMPOSITION UND LIEDTEXT
Mnqobi Nxumalo
Songwriter:in
Lyrics
Phezu komhlaba amazwe ngamazwe
Phezu komhlaba izizwe ngezizwe
Apho intetho zahlukahlukayo
Apho maninz' amasik'enziwayo
Phezu komhlaba amazwe ngamazwe
Phezu komhlaba izizwe ngezizwe
Apho intetho zahlukahlukayo
Apho maninz' amasik'enziwayo
(Kodwa nangona zahlukahlukayo)
(Kukho indawo zihlangana ngayo)
(Zonke izizwe zihlel'ezonweni)
(Zonke izizwe zotshon'ekufeni)
Apha ngaphantsi uncedo alukho
Apha ngaphantsi ubomi abukho
Phaya phezulu silangazelela
Apho umncedi waboni wovela
(Yesu inguwe onokusindisa)
(Yesu inguwe onokuphilisa)
(Sesithembele kwawakho amandla)
(Sesibambile esakho isandla)
Wena wafela aboni bomhlaba
Wena wazisa izizwe indaba
(Yiba nodumo kumazwe ngamazwe)
(Yiba nodumo kwizizwe ngezizwe)
(Yiba nodumo kumazwe ngamazwe)
(Yiba nodumo kwizizwe ngezizwe)
(Yiba nodumo kumazwe ngamazwe)
(Yiba nodumo kwizizwe ngezizwe)
(Yiba nodumo kumazwe ngamazwe)
(Yiba nodumo kwizizwe ngezizwe)
(Yiba nodumo kumazwe ngamazwe)
(Yiba nodumo kwizizwe ngezizwe)
(Yiba nodumo kumazwe ngamazwe)
(Yiba nodumo kwizizwe ngezizwe)
Yiba nodumo kumazwe ngamazwe, let me hear you, yiba nodumo (Yiba nodumo kwizizwe ngezizwe)
(Yiba nodumo kumazwe ngamazwe)
(Yiba nodumo kwizizwe ngezizwe)
(Yiba nodumo kumazwe ngamazwe)
(Yiba nodumo kwizizwe ngezizwe)
Written by: Mnqobi Nxumalo