Lyrics

Ngubani Onjangawe
Onamandla Okusindisa
Othobekile Okwakh\'Impela Akekho
Nguwe Jesu Nguwe
Wathwala Ihlazo Lethu
Wanqamlezwa Ngenxa Yehlabathi
Indumiso Ikufanele Busa Njalo
Wena Wedwa Nguwe
Akekho Ongalinganiswa Nawe
Nguwe Nguwe Nguwe
Asimbonanga Ongalinganiswa Nawe
Nguwe Nguwe Nguwe
\'Kasozabikho Ongalinganiswa Nawe
Nguwe Nguwe Nguwe
instagramSharePathic_arrow_out