Music Video

Featured In

Credits

AUSFÜHRENDE KÜNSTLER:INNEN
Musa
Musa
Musiker:in
KOMPOSITION UND LIEDTEXT
Ntsika Fana Ngxanga
Ntsika Fana Ngxanga
Komponist:in
R Malinga
R Malinga
Komponist:in
PRODUKTION UND TECHNIK
R Malinga
R Malinga
Produzent:in

Lyrics

ndibanjwa luvalo... xa ndibona wena andisakwazi nokuzi bamba. ndincuma kakhulu xa ndibona wena andali ndiyoyika... ukuthetha nawe kodwa Nomkhitha khand'nik'thuba ndithethe nawe Ohhh ndyak'cela mamela ngawe ndyaz'fela ngawe ndyaz'fela khawleza sondela khawleza sondela ndikthand'okwempela ndikthand'okwempela Nomkhithakazi Nomkhithakazi Buyandiphambanisa ubuhle bakho intliziyo yam igcwelu'thando lwakho inkomo zikhona, baph'abazali bakho ndizimisel ukba ngumyeni wakho. ndyak'cela mamela ndyakcela mamela ngawe ndyaz'fela ngawe ndyaz'fela khawleza sondela khawleza sondela khawleza sondela ndikthand'okwempela ndikthand'okwempela Nomkhithakazi Nomkhithakazi Nomkhithakazi Nomkhithakazi ndyak'cela mamela ndyak'cela mamela ngawe ndyaz'fela ngawe ndyazfela khawleza sondela khawleza sondela ndikthand'okwempela ndikthand'okwempela ndyakcela mamela ndyakcela mamela ngawe ndyaz'fela ngawe ndyaz'fela khawleza sondela khawleza sondela ndikthand'okwempela ndikthand'okwempela Nomkhithakazi Nomkhithakazi
Writer(s): Musawenkosi Ruben Sukwene, Ntsika Fana Ngxanga Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out