Lyrics
Intonga yakho ingum simelelo wam
Intonga yakho iyandi thuthuzela
Intonga yakho ingum simelelo wam
Intonga yakho iyandi thuthuzela
Noma ngihamba esigodini sethunzi lokufa
Intonga yakho iyandi thuthuzela
uYehova ngumelusi wam andikwesaba lutho ngoba
Intonga yakho iyandi thuthuzela
Inene ndaku landelwa kokuhle bonke ubomi bam
Intonga yakho iyandi thuthuzela
Indebe yam iyaphalala ndenwa hi lentonga yakho
Hintonga yakho
Hintonga yakho iyandi thuthuzela
oYehova ebumnyameni
Uhlala uhleli nam noma kunjani
Noma sendi hamba ethunzini lokufa
Intonga yakho ingum simelelo wam
Intonga yakho iyandi thuthuzela
Intonga yakho ingum simelelo wam
Intonga yakho iyandi thuthuzela
Intonga yakho ingum simelelo wam
Intonga yakho iyandi thuthuzela
Intonga yakho ingum simelelo wam
Intonga yakho iyandi thuthuzela
Intonga yakho ingum simelelo wam
Intonga yakho iyandi thuthuzela
Intonga yakho ingum simelelo wam
Intonga yakho iyandi thuthuzela
Ohh iyandi thuthuzela
Lyrics powered by www.musixmatch.com