Songteksten

Igqirha lendlela ke nguqongqothwane
Igqirha lendlela kuthwa nguqongqothwane
Igqirha lendlela, heh baba ke nguqongqothwane
Igqirha lendlela kuthwa nguqongqothwane
Haibo seliqabel'egqathapha, hayi nguqongqothwane
Seliqubul'egqhathapha nguqongqothwane
Seliqabel'egqathapha, heh baba ke nguqongqothwane
Seliqubul'egqhathapha nguqongqothwane
Igqirha lendlela nguqongqothwane
Igqirha lendlela nguqongqothwane
Igqirha lendlela nguqongqothwane
Igqirha lendlela nguqongqothwane
Seliqabel'egqathapha nguqongqothwane
Seliqubul'egqhathapha nguqongqothwane
Seliqabel'egqathapha nguqongqothwane
Seliqubul'egqhathapha nguqongqothwane
Igqirha lendlela, heh baba ke nguqongqothwane
Igqirha lendlela kuthwa nguqongqothwane
Igqirha lendlela, heh baba ke nguqongqothwane
Igqirha lendlela kuthwa nguqongqothwane
Yiza, seliqabel'egqathapha, heh baba ke nguqongqothwane
Seliqubul'egqhathapha nguqongqothwane
Seliqabel'egqathapha, heh baba ke nguqongqothwane
Seliqabel'egqathapha nguqongqothwane
Seliqabel'egqathapha, hayi nguqongqothwane
Seliqubul'egqhathapha nguqongqothwane
Seliqabel'egqathapha, heh baba ke nguqongqothwane
Seliqubul'egqhathapha nguqongqothwane
Oh yah
Written by: Miriam Makeba
instagramSharePathic_arrow_out