Letras

(Abomeleleyo) (Abomeleleyo) (Abomeleleyo) (Abomeleleyo) Abomeleleyo Abomeleleyo Abomeleleyo Kwa ku bonakala ukuba Mdali wami Amandla kulo mzimba Ukuba ayaphela Kwa ku bonakala ukuba Mdali wami Isibane so bomi Kulo mzimba siyaphela Kwa ku phela ithemba Ku phela ukhona Ku phela amandla Uya nikezela Ngoba le kutheni le bayibiza ngloLife Ayilulanga ifuna abomeleleyo Unga bona sihleka mfowethu Akululanga Akululanga Ngoba le kutheni le bayibiza ngloLife Ayilulanga ifuna abomeleleyo Abomeleleyo Abomeleleyo Abomeleleyo Abomeleleyo Abomeleleyo Abomeleleyo Abomeleleyo Abomeleleyo 'Zundiphamandla we nkosi yam 'Zundinphamandla Wokumelana, izinto Wokumelana! Ngoba kulo mhlaba lo kunzima we nkosi yam Ngoba lo mhlaba lo ufuna abomeleleyo 'Zundiphamandla we nkosi yam 'Zundinphamandla Wokumelana, izinto Wokumelana! Ngoba kulo mhlaba lo kunzima we nkosi yam Ngoba lo mhlaba lo ufuna abomeleleyo Abomeleleyo (Ufuna abomeleleyo) Abomeleleyo (Ufuna abomeleleyo) Abomeleleyo (Ufuna abomeleleyo) Abomeleleyo Ngoba lomhlaba lo Ufuna abomeleleyo 'Zundiphamandla we nkosi yam 'Zundinphamandla Wokumelana, nezinto Wokumelana! Ngoba kulo mhlaba lo kunzima we nkosi yam Ngoba lo mhlaba lo ufuna abomeleleyo 'Zundiphamandla we nkosi yam 'Zundinphamandla Wokumelana, nezinto Wokumelana! Ngoba kulo mhlaba lo kunzima we nkosi yam Ngoba lo mhlaba lo ufuna abomeleleyo Abomeleleyo (Ufuna abomeleleyo) Abomeleleyo (Ufuna abomeleleyo) Abomeleleyo Abomeleleyo Abomeleleyo 'Zundiphamandla we nkosi yam 'Zundinphamandla Wokumelana, izinto Wokumelana! Ngoba kulo mhlaba lo kunzima we nkosi yam Ngoba lo mhlaba lo ufuna abomeleleyo Kwa ku phela ithemba Ku phela ukhona Ku phela amandla Uya nikezela Ngoba le kutheni le bayibiza ngloLife Ayilulanga ifuna abomeleleyo Unga bona sihleka mfowethu Akululanga Akululanga Ngoba le kutheni le bayibiza ngloLife Ngoba le kutheni le bayibiza ngloLife 'Zundipha amandla
Writer(s): Sinalo Tonya, Luthando Quwe Lyrics powered by www.musixmatch.com
instagramSharePathic_arrow_out