Presentada en

Créditos

AUSFÜHRENDE KÜNSTLER:INNEN
Mr Heinz
Mr Heinz
Künstler:in
Riaan Scholtz
Riaan Scholtz
Leadgesang
KOMPOSITION UND LIEDTEXT
Bonga Tafane
Bonga Tafane
Songwriter:in
Riaan Scholtz
Riaan Scholtz
Songwriter:in
Simbulele Ngumla
Simbulele Ngumla
Songwriter:in
Sinesipho Peter
Sinesipho Peter
Songwriter:in
PRODUKTION UND TECHNIK
Shaney Jay
Shaney Jay
Produzent:in

Letras

Nkos' yam, nkos' yam
Khawuba vumele
Ingathi bafuna ungena Khawuba vulele
Now they wanna ride
Khawuba qhubele
Ya ya ya ya ya yah
Nkos' yam, nkos' yam
Khawuba vumele
Ingathi bafuna ungena Khawuba vulele
Now they wanna ride
Khawuba qhubele
Ya ya ya ya ya yah
you wana party mara fokel transie
Ask your meddie sy is mos wies die baas hier
Eks die Afrikaans generation call me Archie
koep nie gevriet but the ouens wana Charge me
Kind wana dala ekse nee vir safty
Kind was met die lyf all a long she wana blame me
Few months later kyk hier then she wana chys me
Jare dont be rude girly talk to me nicely
Ssssshhhhhh ekse baby uyanola
She wana dala but ayiko uyajola
Got fokel kroon for skaap or labola
When I trap in site B all I hear is hola
Sho ya nogoloza
Hleli nemedi yakho andiyibethi ndaythokola
Hlala kwaSkomline of cause naye uzokopola
Uza yedwa kodwa ndazthola uzotoucha uLona
3 block athenge ibathu or ibhotli
Please call anditholakali asijoli
Igama lakhe nguDineo From Pitoli
Hay Charlie andifloati ndibhethi zoli
1 2 3 ezimedi zibhale ngam
One wrong move imedi yakho ihamba nam
Hay jonga uHeinz uthi yena uskima nam
Hay jonga lova hay ujaiva isAfrikaans
Okay sho case , Ta Leggy soz'agqubaze, might lose a hoe but I'll never lose focus
Ungamdrati please xa kulate pha jumpas kuba ndibusy naye oko ekhala ndimangaza
(Bha bha)
Ndibusy ndiyamravaza ungabothembi medi jo' ezweii ngodyakalashe
(Bha bha)
Ndibusy ndiyamravaza uthi uyavuma nyan ndim ingagara
(Yho)
I just dropped a hit no Simulationrxps so oko be ndibusy andisabonwa eNgebs
Umjita uwrongo nyan imedi yakho angayibetha
Ndi sure same time kungoku ubusy libele
Nkos' yam, nkos' yam
Khawuba vumele
Ingathi bafuna ungena Khawuba vulele
Now they wanna ride
Khawuba qhubele
Ya ya ya ya ya yah
Nkos' yam, nkos' yam
Khawuba vumele
Ingathi bafuna ungena Khawuba vulele
Now they wanna ride
Khawuba qhubele
Ya ya ya ya ya yah
Yazi impilo inayo imihlola
Xa uyindoda hlala usebenzisa ingqondo
Yazi impilo inayo imihlola
Xa uyindoda hlala usebenzisa ingqondo
Yazi impilo inayo imihlola
Xa uyindoda hlala usebenzisa ingqondo
Yazi impilo inayo imihlola
Xa uyindoda hlala usebenzisa ingqondo
Written by: Bonga Tafane, Riaan Scholtz, Simbulele Ngumla, Sinesipho Peter
instagramSharePathic_arrow_out