Canciones similares
Créditos
AUSFÜHRENDE KÜNSTLER:INNEN
Lusanda Spiritual Group
Leadgesang
Betusile Mcinga
Leadgesang
KOMPOSITION UND LIEDTEXT
Kamva Mcinga
Songwriter:in
PRODUKTION UND TECHNIK
Kamva Mcinga
Produzent:in
Malizole Fololo
Produzent:in
Mxolisi Mhlongo
Produzent:in
Letras
Ndingangakhe ndisithele, kwimpazamo zonke (Ndingakhe ndisithele, kwimpazamo zonke)
Ndibenemizuzu ndedwa ekuthandazeni (Ndibenemizuzu ndedwa ekuthandazeni)
Ekuthandazeni (Ndibenemizuzu ndedwa, ekuthandazeni)
Ndibenemizuzu ndedwa ekuthandazeni (Ndibenimizuzu ndedwa ekuthandazeni)
Ndinga, ndingalaku tshon'ilanga (Ndingalaku tshon'ilanga)
Tshon'ilanga (Lobubomi bami)
Ndingamkelwa ngabangcwele (Ndingamkelwa ngabangcwele)
Bakwa Thixo wami (Bakwa Thixo wami)
(Ndingamkelwa ngabangcwele)
(Bakwa Thixo wami)
Ndingamkelwa ngabangcwele (Ndingamkelwa ngabangcwele)
Bakwa Thixo (Bakwa Thixo)
Ma ma ma ma ma (Ma ma ma ma ma ma)
Ma ma ma ma (Ma ma ma ma ma ma)
Masambe Thole, ndingamkelwa (Ndingamkelwa ngabangcwele)
Ngabangcwele bakwa Thixo wami (Bakwa Thixo wami)
Ndingamkelwa, ndingamkelwa (Ndingamkelwa ngabangcwele)
Bakwa Thixo wami (Bakwa Thixo wami)
Ti ma ma ma ma (Ma ma ma ma ma ma ma)
Yhini sesgoduka, ti ma ma ma ma (Ma ma ma ma ma)
Ti ma ma ma ma (Ma ma ma ma ma)
Eyi Nkosi yami (Ma ma ma ma ma ma)
Ndibenemizuzu ndedwa ekuthandazeni (Ndibenemizuzu ndedwa ekuthandazeni)
Ndibenemizuzu ndedwa ekuthandazeni (Ndibenemizuzu ndedwa ekuthandazeni)
Ma ma ma ma ma ma ma mai (Ma ma ma ma ma ma)
Yhini, yhini, yhini, yhini, eey Nkosi yami (Ma ma ma ma ma ma)
Ti ma ma ma ma (Ma ma ma ma ma ma)
Ndingamkelwa, ndingamkelwa (Ndingamkelwa ngabangcwele)
Ngabangcwele, bakwa Thixo (Bakwa Thixo wami)
Ndingamkelwa, ndingamkelwa, ngabangcwele (Ndingamkelwa ngabangcwele)
Bakwa Thixo wami (Bakwa Thixo wami)
Ndingamkelwa, ndingamkelwa, ngabangcwele (Ndingamkelwa ngabangcwele)
Ngabangcwele, bakwa Thixo (Bakwa Thixo, bakwa Thixo)
Ndingamkelwa ngabangcwele (Ndingamkelwa ngabangcwele)
Bakwa Thixo wami (Bakwa Thixo wami)
Written by: Kamva Mcinga